Hymn 160

Ndigcinelwe uYesu

Verse 1
“Ndigcinelwe u-Yesu!” Ngamandla ka-Thixo;
kungabikho bala kum, Ndilandel’ uYesu.
Chorus
“Ndigcinelwe u-Yesu” Nkosi ndingowakho;
Mandingabi nto, zonke, konke; Wena unto zonke.
Verse 2
“Ndigcinelwe uYesu” Ndimkhonza ngovuyo
Ndisenz’ intando yakhe, Ngamaxesha onke.
Chorus
“Ndigcinelwe u-Yesu” Nkosi ndingowakho;
Mandingabi nto, zonke, konke; Wena unto zonke.
Verse 3
“Ndigcinelwe u Yesu” Kude nehlabathi
Ndingothobekileyo, Ontliziyo intle
Chorus
“Ndigcinelwe u-Yesu” Nkosi ndingowakho;
Mandingabi nto, zonke, konke; Wena unto zonke.
Verse 4
“Ndigcinelwe uYesu” Ndinguye owakhe!
Kuse ephakadeni, NdingowaKhe yedwa.
Chorus
“Ndigcinelwe u-Yesu” Nkosi ndingowakho;
Mandingabi nto, zonke, konke; Wena unto zonke.

Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use

Link copied to clipboard successfully!