Hymn 42
Asisoze Sahlukane
Verse 1
Xa sihlangana nezihlobo Kukho ukuvuya;
Kusinik’ usizi kakhulu Xa se zizakumka.
Kusinik’ usizi kakhulu Xa se zizakumka.
Chorus
Akwahlukwana phezulu, Babonana njalo
Kulo mhlaba mhle wovuyo ‘Soze kwahlukwane.
Kulo mhlaba mhle wovuyo ‘Soze kwahlukwane.
Verse 2
Siya kuvuya xa sibona Abakuthi apha
Koko sisa khalela lona Izwe lokuvuya.
Koko sisa khalela lona Izwe lokuvuya.
Chorus
Akwahlukwana phezulu, Babonana njalo
Kulo mhlaba mhle wovuyo ‘Soze kwahlukwane.
Kulo mhlaba mhle wovuyo ‘Soze kwahlukwane.
Verse 3
Amazwi athi “Sala kuhle” Akathethwa khona;
Koko ingoma ezingcwele Ziya vunywa khona.
Koko ingoma ezingcwele Ziya vunywa khona.
Chorus
Akwahlukwana phezulu, Babonana njalo
Kulo mhlaba mhle wovuyo ‘Soze kwahlukwane.
Kulo mhlaba mhle wovuyo ‘Soze kwahlukwane.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn