Hymn 41
U-Thixo Makabe Nani
Verse 1
U-Thixo maze abe nani aniwondise ngendlela
Anibiyele ngothango, U-Thixo maze abe nani.

Chorus
Side si……hlangane, Ngaphambi kuka-Yesu
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.

Verse 2
U-Thixo maze abe nani, Anilondoloze kuhle
Anindle nonke ngokudla, U-Thixo maze abe nani.
Anindle nonke ngokudla, U-Thixo maze abe nani.
Chorus
Side si……hlangane, Ngaphambi kuka-Yesu
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.
Verse 3
U-Thixo maze abe nani, Xa nise zinkathazweni
Aniwole ngezo ngalo, U-Thixo maze abe nani.
Aniwole ngezo ngalo, U-Thixo maze abe nani.
Chorus
Side si……hlangane, Ngaphambi kuka-Yesu
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.
Verse 4
U-Thixo maze abe nani, Anithwalise ngothando,
Agxothe ukufa kuni, U-Thixo maze abe nani.
Agxothe ukufa kuni, U-Thixo maze abe nani.
Chorus
Side si……hlangane, Ngaphambi kuka-Yesu
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.
side si…….hlangane u-Thixo maze abe nani.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn