Hymn 276
U-Yesu Wandifuna
Verse 1
Yes’ uMsindisi wez’ eBethlehem; Wazalelw’emkhombeni ngosizi;
O! malibongwe iGama laKhe, Wayefuna mna. Wayefuna mna.
Wayefuna mna. O! malibongwe iGama lakhe, Wayefuna mna.

Verse 2
Wahlawul’ ityala emnqamlezweni, ‘Kuze ndikhululwe esonweni;
O! isimanga, weva kanjani? Wayefela mna. Wayefela mna
Wafela mna. O! isimanga, weva kanjani? Wayefela mna.

Verse 3
Lo Yesu wayekho kwamandulo, Wandifuna ndikude nekhaya;
Ngokuzola wandicenga-cenga, Endibiza mna. Endibiza mna
Endibiza mna Ngokuzola wandicenga-cenga Endibiza mna.

Verse 4
U-Yes’uMsindisi uyabuya, Liding’ elihle kwabakholwayo;
Ndombona ndivuye xa esiza, Ezok’thatha mna. Ezothatha mna Ezothatha mna. Ndombona ndivuye xa esiza, Ezok’thatha mna.

Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn