Hymn 114
Ucango Luvulelwe Mna
Verse 1
Kukh’ ucang’ oluvul’ weyo Kwisango elinomtha
Ovela emnqamlezweni, Utyhil’ uthando lweNkos’
Ovela emnqamlezweni, Utyhil’ uthando lweNkos’
Chorus
‘Nzulu yenceba! Ingab’ olo cango luvulelwe mna?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Verse 2
Cango luvulelwe bonke, Abafun’ usindiso;
Zizonk’ iindidi zabantu, Zonk’ izizwe nentlanga.
Zizonk’ iindidi zabantu, Zonk’ izizwe nentlanga.
Chorus
‘Nzulu yenceba! Ingab’ olo cango luvulelwe mna?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Verse 3
Thyobozan’ elutshabeni, Ngoku kusavuliwe
Nas’ isitsaba silwelen, siluphau lothando.
Nas’ isitsaba silwelen, siluphau lothando.
Chorus
‘Nzulu yenceba! Ingab’ olo cango luvulelwe mna?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Verse 4
Phesheya komlambo sobek’ Iminqamlezo yethu
Sithwal’ isitsaba sobom, Somthanda ezulwini.
Sithwal’ isitsaba sobom, Somthanda ezulwini.
Chorus
‘Nzulu yenceba! Ingab’ olo cango luvulelwe mna?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Mna lo, mna lo? Luvulwe ngenxa yam?
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn