Hymn 113
Uyabiza
Verse 1
U-Yes’ uyabiza ngezwi lencea, Uyabiza, wena nam;
Ulind’ elucangweni lwentliziyo, Ulindele wena nam.

Chorus
Yizan’ nina, Nidiniweyo yizan’;
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!

Verse 2
Simeleni xa u-Yes’ esicenga, Ebongozela thina?
Masingahilizel’ inceba zakhe, Ezenza ngenxa yethu.
Masingahilizel’ inceba zakhe, Ezenza ngenxa yethu.
Chorus
Yizan’ nina, Nidiniweyo yizan’;
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!
Verse 3
Laphela ixesha, yemk’ imizuzu, Likushiya wena nam;
Amathunz’ okufa ayasondela, Afika kuwe nakum.
Amathunz’ okufa ayasondela, Afika kuwe nakum.
Chorus
Yizan’ nina, Nidiniweyo yizan’;
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!
Verse 4
Cinga ngothando aludingileyo, Eludinge wena nam
Sonile use nenceba noxolo, Uxolo kuwe nakum.
Sonile use nenceba noxolo, Uxolo kuwe nakum.
Chorus
Yizan’ nina, Nidiniweyo yizan’;
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!
U-Yes’ uyabiza ngokunyameka, Wena O moni yiza!
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn