Hymn 106
Yaka Phezu kwe-Liwa
Verse 1
Phezu kwe-Liwa sakha khona, Yesu Liwa Laphakade;
Sothi ngoko singoyiki nto, Ngexa lokuvuthuza.

Chorus
Phezu…….kwe-Liwa; Phezu…….kwe-Liwa;
[Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni; Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni]
Phezu kwe-Liwa; Kwelilukhuni, KuYes’ onamandla.

Verse 2
Bambi bakhel’ entlabathini, Bejonge ebutyebini,
Bambi bakhel’ embambanweni, Yodumo lweziyolo.
Bambi bakhel’ embambanweni, Yodumo lweziyolo.
Chorus
Phezu…….kwe-Liwa; Phezu…….kwe-Liwa;
[Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni; Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni]
Phezu kwe-Liwa; Kwelilukhuni, KuYes’ onamandla.
[Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni; Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni]
Phezu kwe-Liwa; Kwelilukhuni, KuYes’ onamandla.
Verse 3
Yakhel’ e-Liweni lenene, Lisiseko siqinile;
‘Thamba laso lelaphakade Lokusindiswa kwethu.
‘Thamba laso lelaphakade Lokusindiswa kwethu.
Chorus
Phezu…….kwe-Liwa; Phezu…….kwe-Liwa;
[Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni; Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni]
Phezu kwe-Liwa; Kwelilukhuni, KuYes’ onamandla.
[Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni; Phezu kwe-Liwa; kwelilukhuni]
Phezu kwe-Liwa; Kwelilukhuni, KuYes’ onamandla.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn