Hymn 105

Unako Ukukhulula

Verse 1
Kude nakufuphi niya khuluwa; Nonke enivayo niya khululwa Emlilweni nase ntshabalalweni Womkhulul’ uYesu wonke ozayo
Chorus
Unokukhulula, ukwa sindisa Xa, umzalwana wam, enokukholwa.
Verse 2
Kunokwenzeka na? Ningakhululwa? Likho na igunya? Ndinga khululwa? Ndixelel’ inene, Ukrist’ owa ingwa Anga ndikhulula kuSatana lo?
Chorus
Unokukhulula, ukwa sindisa Xa, umzalwana wam, enokukholwa.
Verse 3
Wena woyikayo, Uya khululwa! Uyamkhonz’ u-Yesu? Wokusindisa. Ungoyij’ u-Satan,’ yiya ku-Yesu, Pheza ukoyika, khalipha, ume.
Chorus
Unokukhulula, ukwa sindisa Xa, umzalwana wam, enokukholwa.

Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use

Link copied to clipboard successfully!