Hymn 343
Nanku Ndimi Ndikqonkqoza
Verse 1
Nanku ndimi ndinkqonkqoza, Kolucango lwakho, moni
Ngelithambiley’ ilizwi: Ndingene-na? Ngingene-na?

Chorus
Ndimi emnyango ndinkqonkqoza, Ndimi ndicenga ngomonde
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?

Verse 2
Ndawanyamezela mna Amanxeb’ okubethelwa.
Ngenxa yakho, mgqithindini: Ndingene-na ndingene-na?
Ngenxa yakho, mgqithindini: Ndingene-na ndingene-na?
Chorus
Ndimi emnyango ndinkqonkqoza, Ndimi ndicenga ngomonde
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Verse 3
Ndev’ intlungu zomnqamlezo, Ndalala nasengcwabeni;
Ndizond’ ukonwaba kwakho: Ndingene-na? Ndingene-na?
Ndizond’ ukonwaba kwakho: Ndingene-na? Ndingene-na?
Chorus
Ndimi emnyango ndinkqonkqoza, Ndimi ndicenga ngomonde
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Verse 4
Ndiza ndinoxolo lwakho, Ndiza nokonwaba kwakho
Wen’ unamaxhal’ ezono: Ndingene-na? Ndingene-na?
Wen’ unamaxhal’ ezono: Ndingene-na? Ndingene-na?
Chorus
Ndimi emnyango ndinkqonkqoza, Ndimi ndicenga ngomonde
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Verse 5
Ndingumhlobo, ndibubomi, Ndilikhaka, Ndililiwa,
Ongazinqabisa kulo: Ndingene-na? Ndingene-na?
Ongazinqabisa kulo: Ndingene-na? Ndingene-na?
Chorus
Ndimi emnyango ndinkqonkqoza, Ndimi ndicenga ngomonde
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Verse 6
Yemka ke imini yakho, Latshona ilanga lakho;
Use sendlelen’ yembhubho: Ndingene-na? Ndingene-na?
Use sendlelen’ yembhubho: Ndingene-na? Ndingene-na?
Chorus
Ndimi emnyango ndinkqonkqoza, Ndimi ndicenga ngomonde
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Uthini, moni olusizi, Ndingene-na? Ndingene-na?
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn