Hymn 310
Phakamisa! Mzalwana, Phakamisa!
Verse 1
Nok' umnqamlez' usindayo, phakamisa!
Ungemi phezu komthwalo, Mzalwana wam!
Ungemi phezu komthwalo, Mzalwana wam!
Chorus
Wuqinis' uphakamise, Mzalwana wam!
Phakamisa, wobalula! Mzalwana wam!
Phakamisa, wobalula! Mzalwana wam!
Verse 2
Ith' imfanelo, zincame, Mzalwana wam!
Edabini kuseshushu, Phakamisa!
Edabini kuseshushu, Phakamisa!
Chorus
Wuqinis' uphakamise, Mzalwana wam!
Phakamisa, wobalula! Mzalwana wam!
Phakamisa, wobalula! Mzalwana wam!
Verse 3
X' ungendawo unamandla, Phakamisa!
Qinisa unyamezela, Mzalwana wam.
Qinisa unyamezela, Mzalwana wam.
Chorus
Wuqinis' uphakamise, Mzalwana wam!
Phakamisa, wobalula! Mzalwana wam!
Phakamisa, wobalula! Mzalwana wam!
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn