Hymn 256
O, Yehova Mncedi
Verse 1
O, Yehova, Mncedi wethu, Uhleli ukhona
Nqaba yokusikhusela, Ulikhaya lethu.
Nqaba yokusikhusela, Ulikhaya lethu.
Verse 2
Phambi kwetrone yeNkosi, Sonqaba khon’ apho;
Wohla’ ukho unguThixo, Kus’ ephakadeni.
Wohla’ ukho unguThixo, Kus’ ephakadeni.
Verse 3
Zingekadalwa iintaba, Nomhlaba ungekho;
Wahlal’ ukho unguThixo, Kus’ ephakadeni.
Wahlal’ ukho unguThixo, Kus’ ephakadeni.
Verse 4
Iminyaka ngeminyaka, Iyadlula njalo,
Phambi kwaKho, bawo wethu, Inje ngemin’ enye.
Phambi kwaKho, bawo wethu, Inje ngemin’ enye.
Verse 5
Bawo, Mncedi wethu sonke, Nkosi yaphakade,
Sikhokele ebomini, Ulikhaya lethu.
Sikhokele ebomini, Ulikhaya lethu.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn