Hymn 244

Yiza Ku-Yesu

Verse 1
Y’za kuYesu, Y’za kuYesu, Y’za kuYesu ngoku;
Ngoku, Yiza wena, Yiza kuYe ngoku.
Verse 2
Wosindiswa, Wosindiswa, Wosindiswa ngoku;
Ngoku Wosindiswa, Yiza kuYe ngoku.
Verse 3
Unamandla, Unamandla Unamandla Yena;
Ngoku unamandla, Yiza kuYe ngoku.
Verse 4
Cela kuYe, Cela kuYe, Cela kuYe ngoku;
Ngoku, Cela kuYe, Yiza kuYe ngoku.
Verse 5
Ulindele, Ulindele, Ulindele ngoku; Ngoku, ulindele, Yiza kuYe ngoku.
Verse 6
Themba yena, Themba yena, themba yena ngoku;
Ngoku, Themba yena, Yiza kuYe ngoku.
Verse 7
Wosindiswa, Wosindiswa, Wosindiswa ngoku;
Ngoku, Wosindiswa, Yiza kuYe ngoku.

Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use

Link copied to clipboard successfully!