Hymn 22
Nkosi Ndive
Verse 1
Nkosi, ndive ngezibele, Ezesisa ezobom.
Ozigalelayo wena, Mazifike zize kum.
Zize kum, zize kum, Mazifike zize kum.
Ozigalelayo wena, Mazifike zize kum.
Zize kum, zize kum, Mazifike zize kum.
Verse 2
Ndingadlulwa Nkosi, awo! Ndingashiywa, Nkosi yam!
ndinezono, entliziyweni, kodwa noko yiza kum,
yiza kum, yiza kum, kodwa noko yiza kum.
ndinezono, entliziyweni, kodwa noko yiza kum,
yiza kum, yiza kum, kodwa noko yiza kum.
Verse 3
Ndingadlulwa O Msindisi! Ndingalahlwa, Nkosi yam
Uyibiza, ndiyanqwena, ‘Zundibize ndize nam,
Ndize nam, ndize nam, ‘Zundibize ndize nam.
Uyibiza, ndiyanqwena, ‘Zundibize ndize nam,
Ndize nam, ndize nam, ‘Zundibize ndize nam.
Verse 4
Ndingadlulwa Moy’ Ongcwele! Ndingashiywa, Nkosi yam!
Mandibone mina mfama, Theth’ ilizwi phezu kwam
Phezu kwam, phezu kwam, Theth’ ilizwi phezu kwam
Mandibone mina mfama, Theth’ ilizwi phezu kwam
Phezu kwam, phezu kwam, Theth’ ilizwi phezu kwam
Verse 5
Olothando lwaKho, Thixo, Elogazi, Nkosi yam!
Izibele Zakho zonke, Mazihlale apha kum
Apha kum, apha kum, Mazihlale apha kum.
Izibele Zakho zonke, Mazihlale apha kum
Apha kum, apha kum, Mazihlale apha kum.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn