Hymn 204
Buya Nyana Wam
Verse 1
“Kwizwe labahambi, Aph’ uyekhona
Yiva izwi lisithi, ‘Nyana wam’,
Yiva izwi lisithi, ‘Nyana wam’,
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Verse 2
“Kwilizwe lendlala, Kufa notyhafo Yiza eluthandweni, Nyana wam.
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Verse 3
“Shiya konk’ukulwa, Kubulaleka Usizi nentlungu, O, Nyana wam.
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Verse 4
“Umnyang’uvuliwe, Wena ungowam Ndisakulindele, O, Nyana wam.
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Verse 5
“Ubhadule kude, Usahamba na? Buya woxolelwa, O, Nyana wam.
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Verse 6
“Yiza esidlweni, Akulityelwe, Wokonwab’ uphumle, O, Nyana wam.
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Verse 7
“Ushiywe zihlobo, Akunabani, Mna ndisakuthanda, O, Nyana wam.”
Chorus
“Buya ke nyana wam Buyel’ ekhaya,
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Ububhadule kude, Yiz’ ekhaya.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn