Hymn 190
Igama Elinexabiso
Verse 1
Nal’ igma lika-Yeu, Wena mntwana wentsizi;
Liya kukuthuthuzela, Lithath’ uhambe nalo.
Liya kukuthuthuzela, Lithath’ uhambe nalo.
Chorus
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba;
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
Verse 2
Lithathe ngonaphakade, Loba likhaka lakho;
Wakungqongwa zizihendo, Libize elo gama.
Wakungqongwa zizihendo, Libize elo gama.
Chorus
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba;
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
Verse 3
‘Gam’ emnandi lika-Yesu! Uvuyis’ umphefumlo,
Akusamkelela kuye, Size sitsho ngengoma.
Akusamkelela kuye, Size sitsho ngengoma.
Chorus
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba;
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
Verse 4
Sakuguqa kweli gama, Siw’ enyaweni zakhe,
U-Kumkani wo-kumkani, Soba nay’ ekukphelen’
U-Kumkani wo-kumkani, Soba nay’ ekukphelen’
Chorus
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba;
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
‘Gama linencasa! Ulithemba lomhlaba.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn