Hymn 188
Umoni Omkhulu
Verse 1
Ndingumoni omkhulu, U-Yesu wandifela
Ukuze ndidle ubom, Ngingamfumani kufa;
Njenge-sebe emthini, Ndingo wakhe ungo wam.
Ukuze ndidle ubom, Ngingamfumani kufa;
Njenge-sebe emthini, Ndingo wakhe ungo wam.
Verse 2
O, thando luka-Yesu! Luphakamel’ izulu,
Lunzulu kuno lwandle, Lumi ngonaphakade,
Thando olwandizuza! Ndandinga lufuni mna.
Lunzulu kuno lwandle, Lumi ngonaphakade,
Thando olwandizuza! Ndandinga lufuni mna.
Verse 3
Ndingumoni omkhulu, ‘Kristu unto zonke kum;
Uyazaz’ intsizi zam, Nentswelo zam zezakhe;
Nakuwo lamadabi Ubuxhas’ ubomi bam.
Uyazaz’ intsizi zam, Nentswelo zam zezakhe;
Nakuwo lamadabi Ubuxhas’ ubomi bam.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn