Hymn 182

Imitha Yalo Ntsasa

Verse 1
Intsasa entle iya khawuleza; Yesu uyeza
Kuthabatha abantwana bakhe, Abas’ ekhaya.
Chorus
O, sibona imitha yalontsasa Ichithat ubumnyama!
O, sibona imitha yalontsasa Ivul’ ingcwaba.
Verse 2
Ubizo lwevangeli lofika Kubantu bonke,
Angabi salibal’ u-Myeni, Litsh’ ixilongo.
Chorus
O, sibona imitha yalontsasa Ichithat ubumnyama!
O, sibona imitha yalontsasa Ivul’ ingcwaba.
Verse 3
Ephahlwa zi-ngelos’ zikhazimla umgweb’
Ukuthabath’ abakhe abase Ekhayen’ labo.
Chorus
O, sibona imitha yalontsasa Ichithat ubumnyama!
O, sibona imitha yalontsasa Ivul’ ingcwaba.
Verse 4
Abathandw’ abahlulwa kukufa, Bakubonana
Kwa nezo nyembezi zibuhlungu Zothi zisulwe.
Chorus
O, sibona imitha yalontsasa Ichithat ubumnyama!
O, sibona imitha yalontsasa Ivul’ ingcwaba.

Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use

Link copied to clipboard successfully!