Hymn 179

Nanko Umyeni

Verse 1
Se umlungele u-Myeni, Ngexa afikayo? Se umlungele u-Myeni, Ngexa afikayo?
Nanko esiza! Nanku esiza! Nxiba ulunge; U-Myen’ uyeza.
Chorus
Nanko u-Myeni esiza, esiza! Nanko u-Myeni esiza, esiza!
Nanko esiza! Nanko esiza! Nxiba ulunge, U-Myen’ uyeza.
Verse 2
Mazivuth’ izibane Ngexa afikayo; Mazivuth’ izibane Ngexa afikayo;
Uza kamsinya! Uza kamsinya! Mphefumlo lunga, u-Myen’ uyeza.
Chorus
Nanko u-Myeni esiza, esiza! Nanko u-Myeni esiza, esiza!
Nanko esiza! Nanko esiza! Nxiba ulunge, U-Myen’ uyeza.
Verse 3
Sakuphuma simkhawulele Ngexa afikayo; Sakuphuma simkhawulele Ngexa afikayo
Nene, uyeza! Nene, uyeza! Sakumkhawulela X’ u-Myen’ ezayo.
Chorus
Nanko u-Myeni esiza, esiza! Nanko u-Myeni esiza, esiza!
Nanko esiza! Nanko esiza! Nxiba ulunge, U-Myen’ uyeza.
Verse 4
Sovuma Haleluya Ngexa afikayo; Sovuma Haleluya Ngexa afikayo;
Nanko esiza! Nanko esiza! Haleluya u-Myen’ uyeza.
Chorus
Nanko u-Myeni esiza, esiza! Nanko u-Myeni esiza, esiza!
Nanko esiza! Nanko esiza! Nxiba ulunge, U-Myen’ uyeza.

Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use

Link copied to clipboard successfully!