Hymn 17
Luthando Olusivuyisayo
Verse 1
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekel Abanye abantu.
Lusenza sinyamekel Abanye abantu.
Chorus
U-Thix’ uthand’ abancinane, Sifun’ ukufana naYe
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekele Abanye abantu.
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekele Abanye abantu.
Verse 2
Apha kuko usizi, Izono nokufa;
ngokuvuya sakuzama Ukuzuza omnye.
ngokuvuya sakuzama Ukuzuza omnye.
Chorus
U-Thix’ uthand’ abancinane, Sifun’ ukufana naYe
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekele Abanye abantu.
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekele Abanye abantu.
Verse 3
Bakuphela obubom, Afike u-Yesu,
Soyihlabela ingoma Yothand’ olukhulu.
Soyihlabela ingoma Yothand’ olukhulu.
Chorus
U-Thix’ uthand’ abancinane, Sifun’ ukufana naYe
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekele Abanye abantu.
Siyavuya ngothando, Luyasonwabisa;
Lusenza sinyamekele Abanye abantu.
Text from U-Krestu Engomeni · © respective copyright holders · shared for worship use
Swipe left or right for the next or previous hymn